Umarko 12:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwafika omnye wakubabhali; wabeva bebuzana; waqonda ukuba ubaphendule kakuhle. Wambuza esithi, Owona mthetho uphambili kuyo yonke nguwuphi na?

Umarko 12

Umarko 12:26-32