Umarko 12:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mfundisi, uMoses wasibhalela, wathi, Ukuba umzalwana kathile uthe wafa, washiya umfazi, akashiya bantwana, makathi umzalwana wakhe amzeke umfazi wakhe, amvelisele imbewu umzalwana wakhe.

Umarko 12

Umarko 12:10-20