Umarko 11:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ke uYesu, wathi kubo, Nam ndiya kunibuza zwi-nye, ze nindiphendule; ndonixelela ke, ukuba ndizenza ngagunya lini na ezi zinto.

Umarko 11

Umarko 11:27-33