Umarko 11:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

athi kubo, Hambani niye emzaneni lo ukhangelene nani; nothi ningena kuwo, nibe senifumana ithole le-esile libotshelelwe, ekungazanga kuhlale namnye umntu phezu kwalo; likhululeni nilizise.

Umarko 11

Umarko 11:1-10