Umarko 11:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, ebone umkhiwane ukude, unamagqabi, waya kukhangela ukuba angafumana nto na kuwo; akufika kuwo, akafumana nto, kwakuphela ngamagqabi; kuba belingelilo ixesha lamakhiwane.

Umarko 11

Umarko 11:10-14