Umarko 10:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi ke bona kuye, Sinako. Wathi ke uYesu kubo, Okunene indebe endiyiselayo mna, niya kuyisela; nobhaptizo endibhaptizwa ngalo mna, niya kubhaptizwa kwangalo;

Umarko 10

Umarko 10:37-45