Umarko 10:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ekubonile oku uYesu, wacaphuka, wathi kubo, Bavumeleni abantwana beze kum, ningabaleli: ngokuba ubukumkani bukaThixo bubobabo banjalo.

Umarko 10

Umarko 10:5-17