Umarko 1:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi kuye, Lumka ungaxeleli bani nento le; hamba uye kuzibonisa kumbingeleli, usondeze ngenxa yokuhlanjululwa kwakho ezo zinto wamisa zona uMoses, zibe bubungqina kubo.

Umarko 1

Umarko 1:36-45