Umarko 1:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke, ehamba ngaselwandle lwaseGalili, wabona uSimon, noAndreya umzalwana wakhe, bephosa umnatha elwandle; ngokuba babengababambisi beentlanzi.

Umarko 1

Umarko 1:10-23