Umarko 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waye esentlango apho iintsuku ezimashumi mané, ehendwa nguSathana; waye endawonye namarhamncwa; zaye izithunywa zezulu zimlungisesela.

Umarko 1

Umarko 1:6-22