Umalaki 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba, yabonani, iyeza imini evutha njengeziko; baya kuba ziindiza bonke abakhukhumali, nabenzi bonke bokungendawo, ibalenye loo mini izayo, utsho uYehova wemikhosi, ingabashiyeli ngcambu nasebe.

Umalaki 4

Umalaki 4:1-6