Umalaki 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba mna, Yehova, andiguquguquki; ukuze ningagqitywa nje niphele, nina nyana bakaYakobi.

Umalaki 3

Umalaki 3:1-15