Umalaki 3:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, ndiya kuthuma umthunywa wam, agece indlela phambi kwam. Iya kuza ke ngesiquphe etempileni yayo iNkosi leyo niyifunayo; kwaumthunywa womnqophiso enimlangazelelayo, yabona, uyeza; utsho uYehova wemikhosi.

Umalaki 3

Umalaki 3:1-6