Umalaki 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umyalelo wenyaniso waba semlonyeni wakhe, akwafumaneka bugqwetha emilebeni yomlomo wakhe; wahamba nam exolile, ethe tye, wabuyisa abaninzi ebugwenxeni.

Umalaki 2

Umalaki 2:1-14