Uluka 9:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akubon' ukuba useza ke, isuke idemon yamntlala, yambetha, wathi xhwenene kunene. Wawukhalimela ke uYesu umoya ongcolileyo, waphilisa umntwana, wambuyisela kuyise.

Uluka 9

Uluka 9:36-45