Uluka 9:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uPetros, nabo babenaye, babesindwa bubuthongo; baza ke bakuthi balulu, babubona ubuqaqawuli bakhe, naloo madoda mabini abemi naye.

Uluka 9

Uluka 9:26-42