Uluka 9:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezithabathile ke izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wakhangela ezulwini, wazisikelela, waqhekeza; wamana enika abafundi, ukuba babeke ezihlweleni.

Uluka 9

Uluka 9:7-20