Uluka 8:51 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, engenile endlwini, akavumelanga mntu ukuba angene naye, kwaba kuphela nguPetros, noYohane, noYakobi, noyise wentombi, nonina.

Uluka 8

Uluka 8:44-54