Uluka 8:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ngomzekeliso, Umhlwayeli waphuma waya kuyihlwayela imbewu yakhe. Ekuhlwayeleni kwakhe yawa enye ngasendleleni, yanyathelwa, zathi iintaka zezulu zayidla zayigqiba.

Uluka 8

Uluka 8:1-10