Uluka 8:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazivumela ke. Ziphumile ke iidemon emtwini lowo, zangena ezihagwini; lwaza ugxuba olo lwaphaphatheka, lwehla eweni, lwela edikeni, lwarhaxwa.

Uluka 8

Uluka 8:24-36