Uluka 8:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abo ke baselulwalweni ngabasakuthi, bakuliva, balamkele ngovuyo ilizwi; aba ke àbanangcambu; bona bakholwa umzuzwana, ze bathi ngexa lokuhendwa balahle.

Uluka 8

Uluka 8:6-19