Uluka 7:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wema ezinyaweni zakhe ngasemva, elila; waqala ukuzinyela iinyawo zakhe ngeenyembezi, ezisula ngeenwele zentloko yakhe, ezanga kakhulu iinyawo zakhe, ezithambisa ngamafutha lawo.

Uluka 7

Uluka 7:32-40