Uluka 6:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Okokuba wangena endlwini kaThixo, wazithabatha izonka ezibekwe phambi koThixo, wazidla, wanika nabo babenaye, ezo ke kungavumelekileyo ukuba zidliwe bantu, ingengabo ababingeleli bodwa?

Uluka 6

Uluka 6:2-9