Uluka 6:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musani ukugweba, naye ningasayi kugwetywa; musani ukusingela phantsi, naye ningasayi kusingelwa phantsi; khululani, naniya kukhululwa.

Uluka 6

Uluka 6:31-39