Uluka 6:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke ngaloo mihla, waphuma wasinga entabeni, esiya kuthandaza. Wayebudlulisa ubusuku bonke ngokuthandaza kuThixo.

Uluka 6

Uluka 6:8-16