Uluka 6:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuba ebasingasingile bonke, wathi kumntu lowo, Solule isandla sakho. Wenjenjalo ke; sabuya saphila ke isandla sakhe, saba kwanjengesinye.

Uluka 6

Uluka 6:9-14