Uluka 5:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke, engene komnye umkhombe, owawungokaSimon, wamcela ukuba akhe akhwelelise kancinane emhlabeni; waza, ehleli phantsi, wamana ezifundisa izihlwele esemkhombeni apho.

Uluka 5

Uluka 5:2-5