Uluka 5:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi, akuba engafumani ndawo angamngenisa ngayo ngenxa yesihlwele, akhwela phezu kwendlu, agqobhoza ezifulelweni, amhlisa ndawonye nokhuko, ambeka phakathi, phambi koYesu.

Uluka 5

Uluka 5:11-29