Uluka 5:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baba kwanjalo ke noYakobi noYohane, oonyana bakaZebhedi, ababengamadlelane noSimon.UYesu wathi kuSimon, Musa ukoyika; uya kuthabathela kweli xesha ubambisa abantu.

Uluka 5

Uluka 5:2-19