Uluka 4:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uMtyholi kuye, Ndokunika bonke obu bukhosi bazo nozuko lwazo; ngokuba bunikelwe kum; nosukuba ndithanda ndiyamnika bona.

Uluka 4

Uluka 4:5-13