Uluka 4:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwakusa, waphuma waya endaweni eyintlango; zaye izihlwele zimfuna, zada zaza kufika kuye; zazimbambezela ukuba angemki kuzo.

Uluka 4

Uluka 4:38-44