Uluka 4:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wakhala ngezwi elikhulu, esithi, Yoo! yini na enathi nawe, Yesu waseNazarete? Uze kusitshabalalisa na? Ndiyakwazi wena, lowo unguye; ungoyiNgcwele kaThixo.

Uluka 4

Uluka 4:32-37