Uluka 4:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kanjalo babebaninzi abaneqhenqa kwaSirayeli ngexesha likaElisha umprofeti; kanti ke akuhlanjululwanga namnye kubo, yaba nguNahaman umSiriya kwaba kuphela.

Uluka 4

Uluka 4:24-36