Uluka 4:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baye bonke bemngqinela, bemangaliswa ngamazwi amnandi aphuma emlonyeni wakhe; babesithi, Lo asinguye na unyana kaYosefu?

Uluka 4

Uluka 4:18-24