Uluka 4:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya uYesu enamandla oMoya, weza kwelaseGalili; kwaphuma udaba ngaye, lwaya kuloo mmandla wonke.

Uluka 4

Uluka 4:6-17