Uluka 3:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wehla phezu kwakhe uMoya oyiNgcwele, enembonakalo yomzimba onjengehobe. Kweza nezwi eliphuma ezulwini lisithi, Wena unguNyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguwe.

Uluka 3

Uluka 3:19-27