Uluka 24:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, bakubon' ukuba bayazithetha ezo zinto, uYesu ngokwakhe wema phakathi kwabo, wathi kubo, Uxolo malube nani.

Uluka 24

Uluka 24:29-43