Uluka 24:25-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. Waza yena wathi kubo, Oyi! baswelikuqonda, bantliziyo zizeka kade ukukholwa kuko konke abakuthetháyo abaprofeti!

26. UKristu* ubengamelwe na kukuthi abuve obu bunzima, aze angene eluzukweni lwakhe?

27. Uqalele ke kuMoses nakubo bonke abaprofeti, wabachazela kuzo zonke izibhalo iindawo ezingaye.

Uluka 24