Uluka 23:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baye bemi abantu bebonela. Babemsinekela ke nabaphathi bamaYuda kunye nabo, besithi, Wabasindisa abanye; makazisindise, ukuba lo unguye uKristu, umnyulwa kaThixo.

Uluka 23

Uluka 23:29-40