Uluka 23:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi ke bakufika kwindawo le kuthiwa luKakayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho, kwanabenzi bobubi abo, omnye ngasekunene, nomnye ngasekhohlo.

Uluka 23

Uluka 23:32-36