Uluka 23:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UHerode ke, kwanempi yakhe, wamenza into engento, wadlala ngaye, wamthi wambu ngengubo eqaqambileyo, wamthumela kuPilato.

Uluka 23

Uluka 23:3-12