Uluka 22:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke, eneminzunzu, kwaba kukhona athandaza enyamekile. Kwathi ke ukubila kwakhe kwanga kungamathontsi amakhulu egazi, esiwa emhlabeni.

Uluka 22

Uluka 22:42-47