Uluka 22:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndithi kuni, Oku kubhaliweyo kusamele ukufezeka kum, khona oku: Wabalwa nabachasi-mthetho; kuba kananjalo izinto ezingam zinemfezeko.

Uluka 22

Uluka 22:35-43