Uluka 22:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke yena kubo, Ookumkani beentlanga bayazigagamela; kwanâbo benza ngegunya kuzo, kuthiwa ngabancedi.

Uluka 22

Uluka 22:17-27