Uluka 22:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke kaloku, wawusondela umthendeleko wezonka ezingenagwele, ekuthiwa yipasika.*

2. Baye ababingeleli abakhulu nababhali befuna ukuba bangáthini na ukumbulala, kuba bebesoyika abantu.

3. Wangena ke uSathana kuYuda, ogama limbi linguSikariyoti, ongowenani labalishumi elinababini.

Uluka 22