Uluka 21:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke yena, Lumkani ningalahlekiswa; kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi, banguye uKristu;* ewe, ixesha lisondele; ngoko musani ukubalandela.

Uluka 21

Uluka 21:1-17