Uluka 21:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kubakho imiqondiso elangeni nasenyangeni nasezinkwenkwezini; nasemhlabeni kubekho ukuxinezeleka kweentlanga, zithingaza; lugquma ulwandle namaza;

Uluka 21

Uluka 21:24-35