Uluka 21:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba mna ndiya kuninika umlomo nobulumko, abangayi kuba nako ukubuphikisa nokumelana nabo, bonke abanichasileyo.

Uluka 21

Uluka 21:10-19