Uluka 20:41-45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

41. Wathi ke kubo, Batsho ngani na ukuthi, uKristu* ungunyana kaDavide?

42. Kanti noDavide yena ngokwakhe uthi encwadini yeeNdumiso,Yathi iNkosi eNkosini yam,Hlala ngasekunene kwam,

43. Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho.(INdum. 110:1)

44. UDavide ngoko umbiza ngokuthi, Nkosi; aze abe ke ngunyana wakhe ngani na?

45. Ke kaloku, bakubon' ukuba bayeva bonke abantu, wathi kubafundi bakhe,

Uluka 20