Uluka 20:33-36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

33. Eluvukweni ngoko, ungumfazi wawuphi na kubo? Kuba bosixhenxe bebenaye engumfazi.

34. Waphendula ke wathi kubo uYesu, Abeli phakade bayazeka, bayendiswa;

35. ke bona abo kuthiwe bafanele ukufika kwelo phakade, nakukuvuka kwabafileyo, abazeki, abendiswa;

36. kuba abasenakubuya bafe; kuba bengangezithunywa zezulu; kanjalo bangoonyana bakaThixo, bengabovuko njalo.

Uluka 20